
Sign up to save your podcasts
Or


Sithetha nge nkangeleko yo mzimba ( BODY SHAMING) xa ungumntu ongu Tata.
Apha sithetha namadoda sibuza kuwe ungumntu ongu Tata eyonanto ibi mbi ekwahleleyo kulo nyaka,iyintoni le indzima le yenze kwanzima ujongana nalo unyaka kwanzima uwuqhiba?
u Mama UMakeleni ophila ne nkubazeko ungene ecela uncedo malunga ne wheelchair esithy kudala ezama, wancedakala ngosuku olu landelayo
Sithetha namadoda sibuza ukuba mhla wa hlolwa ngesigulo esinga nyangekiyo wathini.
From the publisher's feed