trufm Current Affairs

Mthatha Flood victims resettled


Listen Later

Ilungu lesigqeba esiphezulu kwisebe lorhulumento ngobambiswano, iCogta, uZolile Williams uqinisekise amaxhoba ezikhukhula zaseMthatha ukuba urhulumente uzakufudusa iintsapho ezingasenamakhaya kumhlaba omtsha ochongiweyo, ze kuvuselelwe namakhaya onakaliseke kancinci. Longeziwe nexesha lokuhlala kwabo bangenamakhaya kwindawo yokuhla eyi B&B ngeentsuku ezilishumi elinesihlanu. UWilliams utyelele eMthatha ukuyakuqwasela inkqubela kwiinzame zabo zongenelelo emva kwezikhukhula eziye zashiya umonakalo nezisube imiphefumlo yabantu abalikhulu elinambini kweliphondo. UNkululeko Nyembezi usenzele le ngxelo...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News