trufm Current Affairs

NATIONAL DIALOGUE


Listen Later

u Mzantsi Afrika kulindeleke ukuba usindleke indibano yesizwe etshayelela iingxoxo zesizwe kulempela veki siya kuyo,  kwi campus yase Unisa ePitoli. Lendibano iphawula ukuqala kwekqubo yengxoxo yesizwe neyaabhengezwa ngumongameli uCyril Ramaphosa ngokusesikweni ngethuba esenza intetho yobume besizwe.  Ezingxoxo sele zijamelene nemingeni emva kokurhoxa kwamaziko abeyinxalenye yayo aquka i Thabo Mbeki Foundation, i Steve Biko Foundation ukubalula embalwa. Kodwa kwinkqubo yethu namhlanje sincokole banzi ngalendibano iphehlelela iingxoxo, emnxebeni sinaye omnye wabaququzeleli balendibano yesizwe u Mazibuko Jara

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News