trufm Current Affairs

Postponement of the Madlanga Commission


Listen Later

Ngolwesibini waleveki, ikomishoni ka Madlanga eyamiselwa ukuphanda izityholo zobuqhophololo, ungenelelo lopolitiko kunye nolwaphulo mthetho kwii arhente zonyanzeliso mthetho zoMzantsi Afrika, iye yanqunyanyiswa. Lekomishoni yamiselwa ngumongameli u Cyril Ramaphosa, emva kwezityholo ezazibekwe ngakumphathiswa wenkonzo yesipolisa u Senzo Mchunu, zokungenelela kuphando lwamapolisa kumatyala olwaphulo mthetho. Lekomishoni nebekumele ukuba iqala ngomhla wokuqala kweyoMsintsi ayizokuba saqala ngenxa yezizathu zolibaziseko ekufumaneni isakhiwo esifanelekileyo, ngokutsho kwesebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqo siseko. Amanda Xhala uncokola nomhalutyi wezopolitiko unjingalwazi Ntsikelelo Breakfast..

 

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News