
Sign up to save your podcasts
Or


Umongameli uCyril Ramaphosa utyelele iintsapho ezithwaxwe ziimpuphuma eMthatha eMpuma Koloni, namhlanje. Oku kusemva kokuba abantu abangamashumi asixhenxe anesibhozo bephulukene nobomi babo ngethuba lezizikhukhula, abangamashumi amabini ananye kubo sele ifanisiwe imizimba yabo njengokuba inkqubo yokufanisa isaqhuba. Ukuva ngotyelelo luka mongameli, emnxebeni sinayo intatheli ye SABC uNomzwanele Mngoma...
By SABC NewsUmongameli uCyril Ramaphosa utyelele iintsapho ezithwaxwe ziimpuphuma eMthatha eMpuma Koloni, namhlanje. Oku kusemva kokuba abantu abangamashumi asixhenxe anesibhozo bephulukene nobomi babo ngethuba lezizikhukhula, abangamashumi amabini ananye kubo sele ifanisiwe imizimba yabo njengokuba inkqubo yokufanisa isaqhuba. Ukuva ngotyelelo luka mongameli, emnxebeni sinayo intatheli ye SABC uNomzwanele Mngoma...