trufm Current Affairs

Rubella outbreak


Listen Later

Iziko elijongene nezifo ezosulelayo i NICD, ithi kuqhambuke isifo irubella eMzantsi Afrika. Esisifo sosulelayo sifumaneka kakhulu kubantwana abangaphantsi kweminyaka elishumi noomama abakhulelweyo. Ingxelo zithi esisifo sinobungozi kakhulu koomama abakhulelweyo kwiinyanga ezintathu zokuqala kwaye singabangela umntwana azalwe neengxaki zentliziyo, abeyimfama okanye angeva. UAyabonnga Kekana uncokole nebambela sekela mlawuli kwisebe lezempilo kwicala elijongene nezifo ezosulelayo,  Ramphelane Morewane.

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News