
Sign up to save your podcasts
Or


USASSA ukwiphulo lokuncedisa iPostbank ekutshintshweni kwamakhadi egolide abe ngamakhadi amnyama. Liye landiswa ixesha lokuwatshintsha, ukuya kumhla wamashumi amabini kwinyanga ezayo. Kukholelwa ukuba lamakhadi matsha akuzokuba lula ukuba kwenzeke ubuqhetseba kuwo. UAmanda Xhala kaTruNews@6 ubambe udliwano ndlebe nomanejala ophezulu kwaSASSA, uBandile Maqethuka.
By SABC NewsUSASSA ukwiphulo lokuncedisa iPostbank ekutshintshweni kwamakhadi egolide abe ngamakhadi amnyama. Liye landiswa ixesha lokuwatshintsha, ukuya kumhla wamashumi amabini kwinyanga ezayo. Kukholelwa ukuba lamakhadi matsha akuzokuba lula ukuba kwenzeke ubuqhetseba kuwo. UAmanda Xhala kaTruNews@6 ubambe udliwano ndlebe nomanejala ophezulu kwaSASSA, uBandile Maqethuka.