
Sign up to save your podcasts
Or


Inkqubo yophando kwizityholo zesincwaso ngakwiJaji eyongamele iinkundla zaseMpuma Koloni uSelby Mbenenge, ivuselele iingxoxo ngeziganeko zesincwaso emisebenzini. Bambi baxoxa ngelithi, uukuxhatshazwa ngokuncwaswa emisebenzini yinto engathathelwa ngqalelo, kangangokuba iye ibeyinto ehlekelwayo nakumanye amaziko afana nezikolo kunye nasemabandleni. Ukungathathelwa ngqalelo kwesincwaso kula maziko kuye kutyhafise abo bangathandiyo xa bencwaswa ukuba bazibike eziziganeko. UAyabonga Kekana uncokole nengcali kwimiba yezengqesho uPenny Mkhize, ukuba sincokole ngokumiliselwa kwemigaqo-nkqubo elwa ukuxhaphaza ngokuncwasa emisebenzini, nokuba iyasebenza kusini na
By SABC NewsInkqubo yophando kwizityholo zesincwaso ngakwiJaji eyongamele iinkundla zaseMpuma Koloni uSelby Mbenenge, ivuselele iingxoxo ngeziganeko zesincwaso emisebenzini. Bambi baxoxa ngelithi, uukuxhatshazwa ngokuncwaswa emisebenzini yinto engathathelwa ngqalelo, kangangokuba iye ibeyinto ehlekelwayo nakumanye amaziko afana nezikolo kunye nasemabandleni. Ukungathathelwa ngqalelo kwesincwaso kula maziko kuye kutyhafise abo bangathandiyo xa bencwaswa ukuba bazibike eziziganeko. UAyabonga Kekana uncokole nengcali kwimiba yezengqesho uPenny Mkhize, ukuba sincokole ngokumiliselwa kwemigaqo-nkqubo elwa ukuxhaphaza ngokuncwasa emisebenzini, nokuba iyasebenza kusini na