
Sign up to save your podcasts
Or


ULwando ukhulele eQonce naseTinarha, waze wafudukela eKapa apho afunde iHealth and Safety Management waphangela kwaphaya. Ngo2023 uye wafudukufela eSaudi Arabia apho asebenza khona njenge Occupational Health &Safety Specialist.
By Umhlobo Wenene FMULwando ukhulele eQonce naseTinarha, waze wafudukela eKapa apho afunde iHealth and Safety Management waphangela kwaphaya. Ngo2023 uye wafudukufela eSaudi Arabia apho asebenza khona njenge Occupational Health &Safety Specialist.