trufm Current Affairs

SONA PREVIEW


Listen Later

Uhlumo loqoqosho nokudalwa kwemisebenzi yeminye yemiba ephambili ekulindeleke ukuba umongameli Cyril Ramaphosa athethe ngayo kwintetho yakhe engobume besizwe namhlanje. URamaphosa uzakusebenzisa eli thuba ukudakanca izinto azakugxila kuzo urhulumente, izicwangciso zonyaka nokuchaza ngezinto ezenziwe ngurhulumente kunyaka ophelileyo nakwiminyaka egqithileyo. Ngethuba kuvulwa ipalamente kunyaka ophelileyo, emva kokusekwa korhulumente wobumbano, uphuhliso loqoqosho, ukuphuculwa kweziseko nokuqubisana noomasipala abangaqhubi kakuhle, zezinye zezinto ezazihamba phambili kwintetho kaRamaphosa. UAyabonga Kekana uncokole   nomhlalutyi wezopolitiko uGqirha Nkosikhulule Nyembezi…

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News