trufm Current Affairs

Three more missing EC schoolchildren found dead


Listen Later

Kufunyenwe eminye imizimba emithathu yabantwana besikolo namhlanje, kwabo bebekhangelwa emva kokukhukhuliseka nomlambo ngelixa benqumla ibhulorho ngesithuthi izolo, kwindawo yase Decoligny kwingingqi yaseMthatha. Balishumi elinanye abantu ebebechazwe njengabalahlekileyo izolo, kwaye baliqela abahlangulwe emva kokuvaleleka likhephu kwingingqi yase Alfred Nzo, kulandela isimo sezulu ebesimaxongo. Ukusabela banzi ngoku, emnxebeni sinayo intatheli yethu elandela elinqaku u Fundiswa Mhlekude......

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News