trufm Current Affairs

Tributes to late Mabuza


Listen Later

Abantu ababesondelene basebenza nowayesakuba ngusekela mongameli ongasekhoyo u David Mabuza, bavakalise amazwi ovelwano ngokubhubha kuka Mabuza. u Mabuza usweleke ngoLwesine kwisibhedlele sase Gauteng emva kwengulo emfutshane, eneminyaka engamashumi mathandathu anesine ubudala. u Michael Mdluli no Palesa Sotomela, batyelele indawo yase Phola apho u Mabuza waakhulela khona basenzela lengxelo siyiphathelwa ngu Thandokazi Vusani.....

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News