
Sign up to save your podcasts
Or


Nanjengoko sele iyiminyaka engamashumi amane anesixhenxe walishiyayo eli uRobert Sobukwe, iDyunivesiti iNelson Mandela ihlabe ikhwelo lokuba iinkokheli zilandele ekhondweni lakhe, kwaye zibe lilizwi lenyaniso kwabo bahlelelekileyo, noninzi lwabo ingabantu abanyama. Unjingalwazi Simphiwe Sesanti uyibalule indima enkulu eyadlalwa nguSobukwe ekunikeni iPan Africanism ithuba, nto leyo eyavumela iinkokheli ezimnyama ukuba zikwazi ukuvakalisa ukuchasa kwazo urhulumente wocalucalulo. UNjingalwazi Sesanti ukutsho oku kwintetho yakhe kule Dyunivesiti, nesihloko sayo sithi " Re-imagining the legacy of Robert Sobukwe". UNtombozuko Balintulo ebelapho, waza wasiqulunqela le ngxelo...
By SABC NewsNanjengoko sele iyiminyaka engamashumi amane anesixhenxe walishiyayo eli uRobert Sobukwe, iDyunivesiti iNelson Mandela ihlabe ikhwelo lokuba iinkokheli zilandele ekhondweni lakhe, kwaye zibe lilizwi lenyaniso kwabo bahlelelekileyo, noninzi lwabo ingabantu abanyama. Unjingalwazi Simphiwe Sesanti uyibalule indima enkulu eyadlalwa nguSobukwe ekunikeni iPan Africanism ithuba, nto leyo eyavumela iinkokheli ezimnyama ukuba zikwazi ukuvakalisa ukuchasa kwazo urhulumente wocalucalulo. UNjingalwazi Sesanti ukutsho oku kwintetho yakhe kule Dyunivesiti, nesihloko sayo sithi " Re-imagining the legacy of Robert Sobukwe". UNtombozuko Balintulo ebelapho, waza wasiqulunqela le ngxelo...