
Sign up to save your podcasts
Or


Usihlalo wekomiti yemfundo ephakamileyo epalamente uTebogo Letsie, ukholelwa ukuba inkqubo yokuxhasa abafundi ngemali iyakuncedisa kakhulu ekuxhaseni abafundi abaziwa nge-missing middle. Aba bafundi bajamelene nomngeni omandla, nanjengoko bengakwazi ukufumana inkxaso kuNSFAS, ngenxa yemivuzo yabazali babo, kwelinye icala abazali abakwazi kuhlawula izifundo zabo zamaziko emfundo ephakamileyo. Ngethuba umongameli uCyril Ramaphosa ebesenza intetho yobume besizwe kwinyanga ephelileyo, uthe urhulumente uzakuxhasa abafundi abangamawaka alishumi kunyaka wokuqala, nosele uqalile. Le nkqubo yemali mboleko yokufunda iphantsi kuka-NSFAS. UVuyolwethu Mabeqa usenzela ingxelo kaBusi Bopela...
By SABC NewsUsihlalo wekomiti yemfundo ephakamileyo epalamente uTebogo Letsie, ukholelwa ukuba inkqubo yokuxhasa abafundi ngemali iyakuncedisa kakhulu ekuxhaseni abafundi abaziwa nge-missing middle. Aba bafundi bajamelene nomngeni omandla, nanjengoko bengakwazi ukufumana inkxaso kuNSFAS, ngenxa yemivuzo yabazali babo, kwelinye icala abazali abakwazi kuhlawula izifundo zabo zamaziko emfundo ephakamileyo. Ngethuba umongameli uCyril Ramaphosa ebesenza intetho yobume besizwe kwinyanga ephelileyo, uthe urhulumente uzakuxhasa abafundi abangamawaka alishumi kunyaka wokuqala, nosele uqalile. Le nkqubo yemali mboleko yokufunda iphantsi kuka-NSFAS. UVuyolwethu Mabeqa usenzela ingxelo kaBusi Bopela...