
Sign up to save your podcasts
Or


Inqunyanyiselwe umhla weshumi elinesibini kwinyanga ezayo intetho yohlahlo-lwabiwomali yomphathiswa wemicimbi yezemali, u-Enoch Godongwana. Oku kulandela ukumiswa kwale ntetho namhlanje, kulandela ukungavisisani kwimibutho engoogxa kurhulumente wobumbano, iGNU, ngomba wokwenyuswa kwerhafu yentengo iVAT, ngomyinge wesibini ekhulwini. Ukusicacisela banzi ngokuba iVAT lena yintoni na, u-Amanda Xhala ubambe emnxebeni umhlalutyi wezoqoqosho, uNjingalwazi Bonke Dumisa...
By SABC NewsInqunyanyiselwe umhla weshumi elinesibini kwinyanga ezayo intetho yohlahlo-lwabiwomali yomphathiswa wemicimbi yezemali, u-Enoch Godongwana. Oku kulandela ukumiswa kwale ntetho namhlanje, kulandela ukungavisisani kwimibutho engoogxa kurhulumente wobumbano, iGNU, ngomba wokwenyuswa kwerhafu yentengo iVAT, ngomyinge wesibini ekhulwini. Ukusicacisela banzi ngokuba iVAT lena yintoni na, u-Amanda Xhala ubambe emnxebeni umhlalutyi wezoqoqosho, uNjingalwazi Bonke Dumisa...