
Sign up to save your podcasts
Or


Usekela mongameli u Paul Mashatile nomphathiswa wesebe leenguqu kwezomhlaba u Mzwanele Nyhontso, banikezele ngeziqinisekiso zobunini mhlaba kwiindawo ezimbini zokuhlala ku Tsolo eMpuma Koloni. Oku njenge nxalenye yokuphawula iminyaka engamashumi amathathu susela ukumiselwa komthetho ongqamene nokubuyiselwa kwamalungelo obunini mhlaba. Ezindawo zimbini zoohluthwa lomhlaba kwiminyaka engamashumi asithoba eyadlulayo, ngexesha localucalulo. u Nozwanele Mngoma unengxelo....
By SABC NewsUsekela mongameli u Paul Mashatile nomphathiswa wesebe leenguqu kwezomhlaba u Mzwanele Nyhontso, banikezele ngeziqinisekiso zobunini mhlaba kwiindawo ezimbini zokuhlala ku Tsolo eMpuma Koloni. Oku njenge nxalenye yokuphawula iminyaka engamashumi amathathu susela ukumiselwa komthetho ongqamene nokubuyiselwa kwamalungelo obunini mhlaba. Ezindawo zimbini zoohluthwa lomhlaba kwiminyaka engamashumi asithoba eyadlulayo, ngexesha localucalulo. u Nozwanele Mngoma unengxelo....