Living Theology

Ukuchasa Isono


Listen Later

Isihloko : *ukuchasa isono*
Baliva ke abantu elo lizwi libi, benza isijwili; akwabakho mntu uzinxibayo izivatho zakhe. Wathi uYehova kuMoses, Yithi koonyana bakaSirayeli, Ningabantu abantamo ilukhuni; ndingáthi, ndinyuké phakathi kwenu, ndiniphelise ngephanyazo. Ke ngoko, zikhululeni izivatho zenu, ndize ndazi endokwenza kuni. Bazijaca oonyana bakaSirayeli izivatho zabo, beqalela entabeni yaseHorebhe.
Isishwankathelo: *bazinikela kuThixo baqala ngokutsha*
...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

Living TheologyBy Brendon Naicker

  • 3
  • 3
  • 3
  • 3
  • 3

3

1 ratings