Ngoko ukuba undibabále, khawundazise indlela yakho, ukuze ndikwazi, ukuze undibabale, ukhumbule ukuba olu hlanga lungabantu bakho. Wathi, Ubuso bam bohamba nawe, ndikunike ukuphumla. Wathi kuye, Ukuba ubuso bakho abuhambi nathi, musa ukusinyusa, simke apha.