Umxholo ku Mhlobo

Umxholo ku Mhlobo

By Umhlobo Wenene FMEducationGovernment
Download on the App Store

Umxholo ku Mhlobo episodes

  • Amasiko nezithethe akwaNtu
    Uzakuzazi izikhwakhalala zokutyeshelwa kwamasiko nezithethe. Ingaba ziinkolo nje na ezi kunengxolo ngazo, okanye ikho imiqondiso? Ingaba kungaba sabuyelwa kundalashe? Oyincutshe kwimiba yakwaNtu uLoyiso Nqevu, ulapha
    2 hr 1 min
  • Pap Geld
    Sizakufumana ulwazi vetshe ngobugocigoci besondlo ezinkundleni, kubhexeshwa ababaleka imhemhe yokondla. UAdvocate Nontsikelelo Mancam, usikrobisa naku buchule bokuba bawele kubani umntwana...
    1 hr 54 min
  • Ezempilo
    Sinika ingqwalasela umbulalazwe osisifo sephepha i-TB. Incutshe, uGcinisango Mateta, izakube ichubusha intsusa, iindlela zokuphepha nokunyanga lengulo...
    TB HIV Care:
    FB: B-Wise
    Website: B-Wisehealth.com
    Whatsapp: 0646881133
    1 hr 52 min
  • Inkolo yakwantu
    Uzakucacelwa namhlanje ukuba isuntu esi siyaqungana na nobunkonzo, kwaye ubuKrestu obu, bunika ithemba kusini na phantsi kobutyobo obenziwa ngabaprofeti bamampunge. Yintoni le igcina inkungulwa yabakhonzi benamathele kwezi cawa zomoya?
    1 hr 53 min

About Umxholo ku Mhlobo

From the publisher's feed

This Umhlobo Wenene FM;s talk show that covers issues of national interest that include politics, health, labour issues, sports, human rights and sports. This show has a huge following especially by…