trufm Current Affairs

UNESCO EDU REPORT


Listen Later

Ingxelo ekhutshwe ngumbutho i-United Nations Educational, Scientific and Cultural Organization ( UNESCO), ibonisa ukuba abantwana abafunda ugrade 3 no-grade 6 bafumana izifundo ezingaphantsi kwebanga abalifundayo nento engakhuthazi iqondo lokucinga ngokusumbulula ingakumbi izifundo zezibalo. Ngethuba kuncokolwa neetitshala koluphando, bavakalise ukuba iincwadi ezisetyenziswa ngabafundi kufuneka ziquke imidlalo ukuze zikwazi ukuvuleka iingqondo zabantwana. UAyabonga Kekana uncokole nengcali yezemfundo ugqirha uThembinkosi Thwalo. 

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News