trufm Current Affairs

Updates on Mthatha shootings and Flood updates


Listen Later

Lisaqhuba iphulo lohlangulo nokucoca kwingingqi yaseMthatha emva kwezikhukhula ezisube ubomi babantu abalikhulu.SiseseMthatha njalo ngokuhlwa kwaphezolo kudutyulwe kwabulawa abantu abathandathu ngamapolisa kuhola wendlela u R61 phakathi koMthatha ne Ngcobo. Kuvakala iingxelo zokuba ngethuba amapolisa emisa isithuthi abarhanelwa baye behlika bavuthulula iimbumbulu kumapolisa nathe aziphindezela. Ukuba sincokole banzi ngoku emnxebeni sinayo intatheli yethu eseMthatha u Nomzwanele Mngoma....

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News