
Sign up to save your podcasts
Or


Thousands of South Africans Living with Multiple Sclerosis Still Face Delays in Diagnosis, Support and Care. . Ngamawakawaka abantu abaphila nesi sifo eMzantsi Afrika, nabasajongene nolibaziseko ekufunyanisweni kwaso, ukufumana inkxaso nenkathalo. Esi sesinye sezifo ezinganyangekiyo (chronic), kodwa uninzi olunalwazi ngaso, kwaye sisifo esingaqondwa ncam kweli lizwe. Kungoko abezempilo, amatsha-ntliziyo kwanabo baphila nesi sifo bememelela ekubeni kwenziwe iphulo lokuxhobisa, ukufunyaniswa kwangethuba kwaso (early diagnosis) kwakunye neenkqubo zexesha elide zokunika inkxaso kwabo bachaphazelekayo. To equip ourselves about this chronic illness, on the line we are joined by Clinton Rambanapasi from Roche Medical Partner for Neuroscience
By SABC NewsThousands of South Africans Living with Multiple Sclerosis Still Face Delays in Diagnosis, Support and Care. . Ngamawakawaka abantu abaphila nesi sifo eMzantsi Afrika, nabasajongene nolibaziseko ekufunyanisweni kwaso, ukufumana inkxaso nenkathalo. Esi sesinye sezifo ezinganyangekiyo (chronic), kodwa uninzi olunalwazi ngaso, kwaye sisifo esingaqondwa ncam kweli lizwe. Kungoko abezempilo, amatsha-ntliziyo kwanabo baphila nesi sifo bememelela ekubeni kwenziwe iphulo lokuxhobisa, ukufunyaniswa kwangethuba kwaso (early diagnosis) kwakunye neenkqubo zexesha elide zokunika inkxaso kwabo bachaphazelekayo. To equip ourselves about this chronic illness, on the line we are joined by Clinton Rambanapasi from Roche Medical Partner for Neuroscience