
Sign up to save your podcasts
Or


Luzakuthathisa kwakhona ngomso kwinkundla kamantyi yase Mthatha uviwo lwesicelo se-bail somrhanelwa oneminyaka engamashumi amahlanu anesine ubudala, ekutyholwa ukuba udubule wabulala umfundi wedyunivesithi i Walter Sisulu eMthatha, kwinyanga ephelileyo. Umtyholwa lo ujongene namatyala amahlanu aquka ukubulala, ukuzama ukubulala, nokufunyanwa nompu ongekho mthethweni neembumbulu. Utyholwa ngokudubula abafundi ngethuba loqhankqalazo kula dyunivesithi. Ingxelo iza no Fundiswa Mhlekude...
By SABC NewsLuzakuthathisa kwakhona ngomso kwinkundla kamantyi yase Mthatha uviwo lwesicelo se-bail somrhanelwa oneminyaka engamashumi amahlanu anesine ubudala, ekutyholwa ukuba udubule wabulala umfundi wedyunivesithi i Walter Sisulu eMthatha, kwinyanga ephelileyo. Umtyholwa lo ujongene namatyala amahlanu aquka ukubulala, ukuzama ukubulala, nokufunyanwa nompu ongekho mthethweni neembumbulu. Utyholwa ngokudubula abafundi ngethuba loqhankqalazo kula dyunivesithi. Ingxelo iza no Fundiswa Mhlekude...