Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.
August 05, 2018Ms Vuyokazi Bongela- Triathlete (Ironlady)uVuyo yinzalelwane yaseGcuwa kodwa uzinze apha eBhayi kwaye yimbaleki yemigama emide, ekhwela ibhayisekile ize iqubhe emanzini (Triathlete).Lomdlalo awukaqheleki kakhulu kubantu abantsundu kodwa bakhona abadlali esele iyiminyaka bazibandakanya nawo.uVuyo ngomnye wabo badlali kwaye wakhuthazwa kukubona umqeqeshi wakhe uRaynard Tissink ugqiba ugqatso lwe Ironman ngo 2008.Uzakube elindwendwe elibekekileyo nakumsitho wamagqiyazana oququzelelwa nguMhlobo Wenene FM, iKhanya Gqiyazana Workshop....more16minPlay
August 04, 2018Mr Bennet Bailey Safa Cape Town PresidentuBennett Bailey ngumongameli we- SAFA Cape Town. Uye wonyulwa kulonyaka engena ezihlangwini zika Norman Arendse. Uye wavotelwa nakuzwelonke njengelungu le Safa NEC....more14minPlay
July 21, 2018Mr Idris Phelisile Cengani- Western Cape Sport AdministratorNgomso izakube iyimidlalo ye Coke Cup neququzelelwa yi Safa Cape Town. Sincokola nomnye wamagosa akulemidlalo ukusichazela imbali ngayo kwakunye namaqeala azakungquzulana U/18 kwakunye namaqela oompondo zihlanjiwe …Eminye imidlalo ezakulandela yeyamantombazana (last 32)....more9minPlay
July 21, 2018Gideon Buthelezi – BoxeruGiden Buthelezi uzakube esilwa ngempelaveki, kwitumente ebhiyozela utata uMandela nephawula iminyaka emihlanu susela ukusekwa kwayo ngo 2013.Kulomlo uzakube ekhusela intshinga yakhe ye IBO junior-bantamweight xa equbisana no Lucas Emanuel Fernandez Leone wase Argentina.Record- 20 win 5 lose 0 draw...more9minPlay
June 23, 2018Mr Vusi Khumalo- Birmingham City ChairmanMr Vusi Khumalo- Birmingham City Chairman...more12minPlay
June 23, 2018Dliwano-ndlebe no Brian KhuzwayouBrian Siyanda Khuzwayo ngumlandeli webhola ekhatywayo oye waphumelela ukhuphiswano lwabalandeli i-2017 MTN8 Last Fan Standing, waze waphumelela uhambo oluya kwindebe yehlabathi nabahlobo bakhe abasixhenkxe....more6minPlay
June 09, 2018Dliwano-ndlebe no – Mr Sibongile Fondini General Secretary NMB Sports ConfederationiNMB Sports Confederation izakube ibambe uqeqesho lokunceda amaqela nemibutho yezemidlalo ukunceda kwanokufundisa ngokwenza izicelo zenkxasomali (funding). Oluqeqesho alukhethanga midlalo ithile, kwamnkelwa zonke iinkokheli zemidlalo eyahlukeneyo kwisixeko se Nelson Mandela Bay...more15minPlay
June 09, 2018Dliwano-ndlebe no Mr Mfuneko Ngam- Warriors Assistant Cricket CoachuMfuneko ngam owayefudula eyi fast bowler kwiqela lesizwe ubhengezwe njengo sekela mqeqeshi kwiqela lee Warriors. uNgam emva kokubeka phantsi iintambo ubenegalelo ekuphuhliseni iqakamba waze wavelisa abadlali abakwiqela lesizwe lamantombazana. Uyewakhokhela nophuhliso kwi academy yase Fort Hare eDikeni waphinda wasebenzela CSA ukukhangela izakhono (talent identification). Kungokunje uzakumcedisa uRivash Gobind....more20minPlay
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.