uNikita ngowaseMaXesibeni, kodwa ukhulele eCarltonville. Esakhula kudala wafuna ukuba ngutitshala, wenza izifundo zobitishala kwiYunivesithi yasePitoli. Emva kokugqiba izifundo zakhe,
wasebenza eSinikiwe High School eMdantsane. Wathi ukuphela kwe contract yakhe apho wathatha isigqibo sokuyophangela eTaiwan ngo2024 ngenxa yokungafumani umsebenzi apha eMzantsi.