Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent fe... more
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.
April 10, 2019Dliwano ndlebe no Dr TebeleleNamhlanje sithetha no Dr Tebelele ngokuyeka ukuya exesheni (amenorrhea) kwakunye nendima eyidlalayo kwinzala...more34minPlay
March 26, 2019NPO Siyaphambili Disable Community ProjectNPO Siyaphambili Disable Community Project eya sekwa ngo 2003 ngabantu abakhubazekileyo abancendisana anabanye abangaphandle abakhubazekileyo ngokuba jonga ukuba bayayityana treatment ye TB, bakwi phulo lokuphisa ngezihlangu ne Sanitary Pads kwizikolo Zbanye abantwana abakhubazekileyo nangezihlangu...more13minPlay
March 12, 2019NPO - DisabilityNPO Disability sakukhe sithethe no Kwayiyo Nkebenkebe ongaboniyo sive ukuba ubom bakhe waye bona...more15minPlay
February 27, 2019UmxholoIngaba ibangelwa yontonina ukuba kubekho amadoda alala namanye amadoda kodwa abe umntu engazibizi ukuba uyi Gay...more25minPlay
February 12, 2019Disability affiarsDisability affiars Sizakuthetha nomnye wabefundisi okhubazekileyo, ezama naye ukunika ithemba kubazali nababontwana abaza kungena okokuqala kumaziko emfundo ephakamileyo no qeqesho bekhubazekil...more15minPlay
February 11, 2019Sithetha nge EpilepsySithetha nge Epilepsy sijonga unobangela wayo nempawu zayo kuleveki eqaphela abo baphila ne Epilepsy no Dr Nolufefe Mantshongo –Mnunu...more25minPlay
February 06, 2019Besithetha nge Divorcebesithetha nge Divorce sijonga I Incommunity ne Out of Community nokuba zintoni emawuziqaphele xa ucinga nge divorce no Adv Masimini...more25minPlay
February 05, 2019NPO: Kusasalethu GroupNPO- Sithetha ne KusasalethuGroup bancenda abantwana ezikolweni nge Uniform, pads nezinye izinto zesikolo Zolisa Peace Boza...more6minPlay
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.