Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent fe... more
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.
February 01, 2019Mens Corner – Ayanda Jara oyiFood BloggerMens Corner – Ayanda Jara oyiFood Blogger...more12minPlay
January 29, 2019NPO- Sithetha noMr Zitha from SABC okhubazekileyoNPO- Sithetha noMr Zitha from SABC okhubazekileyo...more12minPlay
January 28, 2019Cataract ne Glaucomabesithetha ngoko ngulwa kwamehlo Cataract ne Glaucoma zombini zibangelwa yintoni nempawu zazo , kuba iyinyanga yokuqaphela I Glaucoma sikhathalele amehlo ethu no Dr Kawa....more24minPlay
January 28, 2019Imiphumela yamachiza/iziphumo zamayeza Dr Nojoko GPImiphumela yamachiza/iziphumo zamayeza Dr Nojoko GP...more28minPlay
January 23, 2019Dliwano ndlebe nomama begangstersOmama begangsters baziva njani ngezinto ezibuhlungu ezenziwa ngonyana babo ukuze babake ukutya etafileni, Ingaba abaqondi babeka uxanduva ebantwaneni...more26minPlay
January 22, 2019NPO- FASfacts Foetal Alcohol Syndrome SpectrumNPO- FASfacts Foetal Alcohol Syndrome Spectrum Bona bafundisa ngobungozi bokusetyenziswa kotywala ukhulelwe komama abakhulelweyo kanye kule veki eqala namhlanje ye National Drug and Alchohol Facts weekNontsindiso Nzimande...more16minPlay
January 21, 2019Ezempilo: EczemaEczema sijonga ukuba iyintoni ibangelwa yintoni no Dr Noluvuyo Pepeta...more19minPlay
December 11, 2018NPO Andinik’mandla CentreNPO Andinik’mandla Centre for the disabled ejongene nabantu abakhubazekileyo...more11minPlay
December 04, 2018Dliwano ndlebe ne Living Hope GroupLiving Hope group yeyabazali babantwana abaphila ne Cerebral Palsy bakwa Zakhele...more16minPlay
November 20, 2018Siyaloba AcademySiyaloba Academy bancenda abantu abakhubazekileyo nabanga khubazekanga nge Learnerships kwi Business Management ne Project Managemen Portia Ganjana Vatiswa Khethe one Polio yamenza akakwazi ukuhamba wafumana learnership...more14minPlay
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.