Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent fe... more
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.
August 27, 2018Kwezempilobesithetha no nurse no makazi womntana oHiv apha bebechaza ibali lokuba lo makazi wamchazela njani umntwana ka sister wakhe, siter yena ongazange ayixelele ifamily ukuba u Hiv positive yade yabonwa ngu brother ka makazi ngoske umnta xa ena 2yrs athi xa ephakamiswa ngu malume athi malume ubuhlungu umzimba xabemjonga unama dyungudyungu. Bamsa eclinic eclinic kwafunyaniswa ukuba u Hiv umntana eyifumne kumama owayengatyi treatment engaxelelanga mntu. Bebefundisa abantu mabenzenjani kwaye banombutho abanawo apho bazakufundisana ngao zonke izifo zabantwana....more25minPlay
August 22, 2018Fertility - Dr Tebeleleapha besithetha ngo bunzima kwinzala kwimeko zobudoda obungasebenzi kakuhle ( Male Sexual Dsyfunction) no Dr Tebelele...more29minPlay
August 21, 2018Dliwano ndlebe no Eastern Cape Wheelchair BasketballApha besithetha ne Eastern Cape Wheelchair Basketball besixelela kwakutheni ukuze bayisungule, kwaye nendlela abaqhuba ngayo kakuhle xabekwi Competitions ku National under 23 Girls baze ne Bronze ze abafana beza ne Gold. Ingxaki abahlangabzana nazo kukuthi xabekwi Competitions kufuneka baboleke I Wheelchairs kwabanye kuba ezabo zindlal babezinikwe ngo 2007...more13minPlay
August 21, 2018Imiba YezindluBesithetha nabathe bathenga esi slot sezindlu nabakwa SA Home Loan befundisa ngendlela abaphulaphuli abanokuthi bafumane ngayo imali yokuthenga izindlu- Bond Yandisa Sambudla Motlamelle...more10minPlay
August 20, 2018Iingcebiso kwezempiloApha besithetha ngobungozi bokusetyenziswa kwezi khanyisi Lusu, ukutsheyisa ngokwelwimi lwethu ku kuba umntu efuna ukuba mhlophe besithetha ne Dermatologist Dr Magigaba...more20minPlay
August 13, 2018DiabetesDiabetes Dr Amanani e stats SA sibonisa ukuba isifo seswekile ngumbulalazwe onganakwanga ingakumbi kwabantu aba overweight nangapha kweminyaka eyi 45 kuno Diabetis 1 no 2...more14minPlay
July 31, 2018DepressionDr Nyathi njenge ndwendwengo eyichaza iDepression nono bangela nokuthi masiyinyange njani nokuthi maabnghlekwa abantu kuthiwe banyazenzisa...more30minPlay
July 04, 2018EzempiloFertility, apha ke besinika abantu ithuba lokumbuza imibuzo kodwa ke uqale ngoyivula nge topics ebesikhe sazenza. 0607374497 number abanofounela kuyo xa befuna uncendo kwi nzala...more36minPlay
July 03, 2018IzindluProperty Feature 10h33- 10h48 Besithatha imibuzo malunga nomba wezindlu email ka Dineo [email protected] kanye ubuze umbuzo kuye nge sms ku0847834636...more25minPlay
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.