Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent fe... more
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.
June 11, 2018Iingcebiso kwezempiloIingcebiso kwezempilo: usuku lwehlabathi lokukhuthaza abantu ukuba baphise ngegazi nge 14 June no Ms Zikhona Ruiters oyi Donor Relations Practitioner e SANBS...more24minPlay
June 05, 2018Dliwano ndlebe ne NGODisability NGO yase Efata apho bebethetha ngendlela abaphatheka ngazo ngokungakwazi ukuthetha. u Dr Nginiso ofundisa e Fort Hare kwicala le African Language Policy ekhuthaza ngokubaluleka kokufundwa nokufundiswa kwe sign languages...more21minPlay
May 29, 2018Udliwano ndlebe ne NGODisability yi Sophila Protective Workshop benza imibhaco nentsimbi bathunga nezihlangu e Mdantsane...more9minPlay
May 29, 2018NGO - Sophila Protective Workshopsithetha kunye ne NGO I Sophila Protective Workshop benza Imibhaco iintsimbi founder Penellope Magopheni...more10minPlay
May 29, 2018Imiba YezindluIngaba simncenda njani umntu othenga indlu nokungawabhatali amatyala amadala ne taxes bill zalendlu intsha yakho 0836967661 no Dineo Molomo Properties...more23minPlay
May 28, 2018KwezempiloSithetha nge kule nyanga U May nyanga ye Lupus sithetha nophila ne lupus type eyaziwa nge SLE (Systematic Lupus Erythematosus) Nephritis (meaning it mainly affects her kidneys) in May 2009...more19minPlay
May 28, 2018Iingcebiso kwezempilonge Cuba ukuba ingaba linayo na into eliyenzayo kwintliziyo Dr Nojoko...more30minPlay
May 22, 2018NGO Vukuhambe CentreNGO yethu namhlanje ye disability besithetha nabaphila nokukhubazeka besena imisebenzi yezandla bekhubazeke ngendlea ezahlukeneyo. NGO yi Vukuhambe Centre ese Gugulethu e Kapa eyasekwa ngo 1987 Kuba bebona I gap ekhoyo yokungahoywa kwabo abantu abakhubazekileyo Sithetha ne Manager yakhona nayo ekhubazeke ngokuhlala kwi wheel chair no sisi okhubazeke emilenzeni ngenxa ye Polio...more9minPlay
May 21, 2018Dliwano ndlebe no Dr MagigabaSithetha no Dr Magigaba sitheth nge Rash ne Acne...more18minPlay
May 21, 2018Iingcebiso kwezempiloIngaba I Cuba lubanalo na unxulumanxo kwinto endibene ne Stroke...more28minPlay
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.