Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent fe... more
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.
September 19, 2017Sithetha no Dineo Mlomo ngezindlu (Isiqendu sesibini)besithetha no Dineo Mlomo 0847834636 bangenza whatsapp or Sms kule cell for imibuzo. Apha besithetha ngokuba ukuba umntu wendlu uswelekile masithi unyana ebenedlu ezihlalela asweleke ngawaphi amanyathelo onowathatha okuqala, inganguye nomzali wakho ube uhlaal kulendluo kanye ubutshatile zintoni omaswuzenze....more7minPlay
September 13, 2017Besithetha nge fibroids no Dr Bemsabesithetha nge fibroids kwakunye nalo mama othi yena ube pregnant una 6 weeks kuba emamele lekqubo oko wayezama for iminyaka. O Dr bemsa ngapha nangapha ebesezakuncamela kwenza IVF ngoku kodwa ngoku ngoku mamela ingcebiso zika Dr nokuthandaza kwenzeka....more25minPlay
September 13, 2017Sithetha ngokuphela kwe mitshatobesithetha ngono bangela bokuphela kwe mitshato (divorce) nokuthi mhlambi isisombululo ingayintoni enkos. Kuphando olweziwe last year end Dec kuyaphawuleka ukuba nga ko 25 260 amaphepha atyikityiweyo aqhawula umtshato, kwae ngamagqiyazana afaka izicelo zoqhawulo mtshato....more14minPlay
September 12, 2017Sithetha no Dineo Mlomo ngezindlubesithetha no Dineo Mlomo 0847834636 bangenza whatsapp or Sms kule cell for imibuzo. Apha besithetha ngokuba ukuba umntu wendlu uswelekile masithi unyana ebenedlu ezihlalela asweleke ngawaphi amanyathelo onowathatha okuqala, inganguye nomzali wakho ube uhlaal kulendluo kanye ubutshatile zintoni omaswuzenze....more21minPlay
August 30, 2017Wheelchair WednesdayWheelchair day u Pastor no Coach bebe nikwe ukuba bahlale kwi wheel chair banikwa nemisebenzi ekufuneka beyenzile bazokukwazi ukuba sezi hlangwini zomntu oye wakhubazeka wahlala kwi wheel chair IMG_3961.JPG — JPG (2.1 MB) · IMG_3959.JPG — JPG (2.1 MB)...more8minPlay
August 18, 2017Mmusi Maimane weDAMmusi Moimane oyena mntu omnyama wokuqala omncinci ukuphatha kwi DA besithetha naye simnjonge ekukhuleni kwakheade abe kwezopolitiko...more18minPlay
August 18, 2017Ukugcina umntwana ongengo wakhoNoxee Speelman besithetha ngoku gcina umntwana ongengo wakho ofike ekhona emtshatweni noba ungutata omama, bekunikiswa ngengcebiso zokuba ungamjonga njani izintoni omawuzilindele, omawungayenzi nento ekufuneka ungazinyanzelisi kulo mntana nendlela nento ekufuneka uznzile kulo mntana enkosi....more13minPlay
August 08, 2017OR Tambo DPSAYi OR Tambo DPSA ilisebe le Eastern Cape DPSA kwaye yenzela abantu abapha ku 250 abakhubazekileyo kwi OR Thambo District Municipality. Indawo ezibandakanyekayo Ngquza,Nyandeni,King Sabatha Dalindyebo ne Mhlontlo. Bebekade befumana ifunding kwi DIP eyayincenda ekuqhubeni I workshops nezinto ekufuneka ziyenziwa ukwenza iqhubeke le I OR Tambo DPSA kodwa ke ayisasebenzisani nayo oko yawa. Abantu abalapha kule DPSA ngabantu abahlukene nayo ngoku khubazeka kwabo abangevayo,abakhubazeke ngokomzimba behleli kwi wheel chairs nangokwe ngqondo. Ngokwe sithethi sabo Phakama Zitha uthi bayanikwa I malana ekuthiwa si Stipend bakwazi ukuzithengela into zothambisa bakwazi noku khwela baye khona abo bakwi projects ezahlukeneyo ezifana ne beading work welding nezinye ke. Ifunding le ibibancenda ukuba bakwazi ukuthenga I wheel chairs zamalungu abo, umyalezo wabo ngowokuba bafuna abantu abakhubazekielyo bakwazi ukuphakama balwelwe amalungelo abo kwabo bafuna ukuncenda bangaya e KD Matanzima Building....more8minPlay
July 26, 2017Mental Disability 1Besivala inyanga ye Mental Health ukukhubazeka ngokwasengqondweni sithetha no Sifiso Mkhabela esuka kwi SA Mental Health Advacacy. Usifiso ebechaza indlela ezahlukeneyo zokugula ngengqondo nkuthi bangayaphi xabenezongxaki...more5minPlay
July 26, 2017Mental Disability 2Besivala inyanga ye Mental Health ukukhubazeka ngokwasengqondweni sithetha no Sifiso Mkhabela esuka kwi SA Mental Health Advacacy. Usifiso ebechaza indlela ezahlukeneyo zokugula ngengqondo nkuthi bangayaphi xabenezongxaki...more12minPlay
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.