Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
This is an informative, engaging show enjoyed by the whole family and bias towards women issues. Fashion, health issues, relationship matters, entertainment, NGO profiling are some of the prominent fe... more
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.
July 25, 2017NGO Rise & Shine Disability MagazineNGO Rise and Shine eyaqala ngo 2010 beyiqala ingabantu abakhubazekileyo abayi 9 bephila nge mali ye grant, kwaye bonke yayingabo ababejongene namakhaya abo. Injongo yabo kukufundisa nokubonisa abantu ukuba Nokuba ukhubazekile ikhona indlela yokuphila nokususa inkolelo ezenziwa ngabantu ngabantu abakhubazekielyo...more9minPlay
July 07, 2017Mens Corner - Mr Simphiwo NzawumbiDliwano ndlebe noSimphiwo Nzwaumbi osandoba ngumsasazi kuMhlobo Wenene FM...more21minPlay
July 05, 2017Mr Yase Godla oyi day care mananger ye Nelson Mandela foundationBesithetha no Mr Yase Godla oyi day care mananger ye Nelson Mandela foundation. Yena ke besichazela ngezinto abazakuzenza nezilindelekileyo kule nyanga katata uMandela....more10minPlay
July 04, 2017Prof Zukiswa ZingelaProf Zukiswa Zingela ,apha besijonga isimo sendawo ezihlala abantu abaphazamisekiyo ngokwase ngqondweni ngakumbi eLimpopo nase Eastern Cape .Sizivelele neto ezibangela abantu baphazamiseke engqondweni kuba zizindindi ezahlukeneyo...more11minPlay
July 03, 2017Besithetha no Dr Tebebele sijonga into ekuthiwa yi Central ObesityBesithetha no Dr Tebebele sijonga into ekuthiwa yi Central Obesity, apho kujongwa ukuba ingaba ubukhulu besisu somntu ongutata bungayichaphazela na impilo yakhe kwakunye nomhlaba ongezantsi haaaa his number abonomfumana kuyo 0607374497 ungayibhala nay va....more24minPlay
June 20, 2017Dliwano ndlebe ne NGO Young Gifted (Isiqendu sokuqala)NGO Young gifted benze iwebsite ye tourism endibanisa nento ezenziwa ngezandla, inkcubeko ne Mibongo,eyona njongo yabo kukunika ingqwalasela ku bantu basezilalini ikakhulu kwaba abango basetyhini na khubazekileyo bejolise kwezotyelelo. Founder Ntsikelelo Notshulwana...more5minPlay
June 20, 2017Dliwano ndlebe ne NGO Young Gifted (Isiqendu sesibini)NGO Young gifted benze iwebsite ye tourism endibanisa nento ezenziwa ngezandla, inkcubeko ne Mibongo,eyona njongo yabo kukunika ingqwalasela ku bantu basezilalini ikakhulu kwaba abango basetyhini na khubazekileyo bejolise kwezotyelelo. Founder Ntsikelelo Notshulwana...more2minPlay
June 19, 2017Dliwano ndlebe no Dr TebeleleDr Tebelele ethetha ngempilo yamadoda kwakunye nendimi amadoda ayidlalayo ekukhuliseni abafana...more20minPlay
June 06, 2017Udliwano-ndlebe noAkhona Hasibi wase QAEC QuadraPara Association OrganisationNGO – QAEC QuadraPara Association Organisation Bancenda abantu abaphila nokukhubazeka bebancenda ukuba bakwazi ukuzimela bengaxhomemekanga ebantwini. Ezinye zezinto ababancenda kuzo zinto ezifana ne Internships Learnerships wheelchairs Akhona Hashibi 0413642271...more13minPlay
May 16, 2017Dliwano ndlebe noSister Ntswaki - Rev MadoloOrgan Donor sithetha ngoku nikezelwa kwa malungu omzimba,sifuna ukufundisa abantu ngokubaluleka kokunikezela kwamalungu omzimba uzama ukuncenda omnye wosapho lwakho ukuba aphile abantu abamnyama bayoyika ke ukunikezela abanye ngenxa yenkolo abanye besoyika....more8minPlay
FAQs about Khanya Gqiyazana:How many episodes does Khanya Gqiyazana have?The podcast currently has 880 episodes available.