Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.
March 08, 2021Sphelele Mkhulise Mamelodi Sundowns PlayerUdliwanondlebe nomdlali weMamelodi Sundowns uSphelele Mkhulise...more23minPlay
March 03, 2021Mr Freddie Makoki – Tribune to Mr Wanki Dlula aka Easy FanaNgokuhlwanje sinika imbeko kutata odlale indima kuphuhliso lwezemidlalo ingakumbi umbhoxo kodwa uzibandakanyile nakweminye imidlalo equka iqakamba namanqi Utata uWanki Dlula nobesaziwa ngo Easy Fana ngabaninzi besithetha naye ngenyanga ka November siphawula indima ayidlalileyo kanti siyavalelisa...more12minPlay
March 03, 2021Mr Freddie Makoki – Tribune to Mr Wanki Dlula aka Easy Fanasisagqibezela nenkqubo yokunika imbeko...more5minPlay
February 27, 2021Siphiwo Masinga BukaniYimbaleki yemigama emide kwaye ukwiphulo lokuqokelela izihlangu ukunceda abantwana abangathathi ntweni...more12minPlay
February 20, 2021LAST tribute to Mr Mzi MnguniWelcome The Hawk Ncita- Former BoxerNdumiso Fina Boxing ManagerThando Zonke EC Boxing Association ChairpersonMesuli Zifo Boxing Analyst/ Writer...more39minPlay
February 18, 2021Mr Den Malesela Chippa United CoachSamnkela umqeqeshi weqela le Chippa United uBro Den Dance Malesela nesiqalayo ukuthetha naye susela oko ebuyile. Ukanti kule mpelaveki udlala neqela asuka kulo iTS Galaxy ngomgqibelo kumdlalo we Dstv Premiership. Eliqela lisekhona nakwi Nedbank Cup Last 16 nalapho lizakube lidlala ne Cape Town City ngecawa yeveki ezayo....more20minPlay
February 17, 2021Tribute to Boxing Promoters Mr Thulani Magudulela and Mr Mzi MnguniNgokuhlwanje siphethe inkqubo ekhethekileyo yokuthi ndlelantle nokuphawula amagqala amabini awileyo kumanqindi omanejala nabaququzeleli Deputy Sports Minister Siphokazi Nocawe Mafu BSA Chairperson Luthando Jack SABC Boxing Commentator Zolani ZB Bongco Ukanti iidwendwe zethu Deputy Sports Minister Siphokazi Nocawe Mafu BSA Chairperson Luthando Jack SABC Boxing Commentator Zolani ZB Bongco...more28minPlay
February 17, 2021Tribute to Boxing Promoters Mr Thulani Magudulela and Mr Mzi MnguniSisaqhuba nenkqubo yokunika imbeko kumagqala...more21minPlay
February 13, 2021Mr Loyiso Mtya Boxing Legend and Walter Mokoena- Department of Sports- Tribute to Mr Mzi Mnguniigqala emandindini nomhlobo ka Mr Mzi Mnguni uLoyiso Mtya kwakunye negosa lesebe lezemidlalo uWalter Mokoena...more16minPlay
February 13, 2021Mr Vuyani The Beast Bungu- Tribute to Mr Mzi Mnguniowayesakuba yintshatsheli yehlabathi uVuyani Bungu unika imbeko ku Mzi Mnguni ongasekhoyo....more14minPlay
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.