uMalathisi Qamngana uphendula imbalelwano yomphulaphuli nethi, "umyeni wam waqeshwa apha eMonti emva kokuba icompany ebeyisebenzela yavalwa kuba yayisithi ayenzi mali ngoDecember 2023. Ngethamsanqa ngoMarch 2024 wafumana omnye umsebenzi apha eMonti njenge njineli
Ngoku, nge1st July ufumene ileta yokudendwa. Ingxaki yethu kukuba ebesazi ukuba kuyadendwa qha igama le njineli belingekho bekuthwe managers kodwa ukhutshiwe. Ndicela ukubuza ukuba singakwazI na ukuya kwi CCMA sibe ne case estrongo ngoba akekho kwiUnion?"