iKhulasande Sports Development yi Academy yezemidlalo ejongene nabadlali abaphuma eAddo, Nelson Mandela Bay, Rebiek East, eRhini naseQumrha.
Bajongene nemidlalo ngokwee seasons, ibhola ekhatywayo, eyomnyazi kwakunye nombhoxo.
Eminye yemidlalo abaye bazibalulakuyo yeyeembaleki kwaye banabadlai abathathu abachongwe kwiphondo le EP.
Ezinye zeenkqubo abazenzayo zezokuqeqesha (Coaching Programs)