Sincoko nonozinti we TS Galaxy nozenzele igama kwinqanaba elisezantsi de wafikelela kumaqela ahlawulwayo.
uMasizakhe yinzalelwane yase Tsomo kodwa ukhulele ekapa Kwa Langa.
Udlalele amaqela aquka iEverton, Santos, FC Cape Town, Wonderers, Cape Town City, Chippa United ne TS Galaxy